I hear them saying your name And I know you live in me I'd say Viva, he's a legend And I'd smile, in my mind we would fly Everyday of my life watching you Ndizidla nangawe Ndibubona ububele bakho Ndinjena nje nguwe Viva you are a legend Lalaleh lalalala... Babekhala bathi balahlekelwe Boba yintoni na ngaphandle kwakhe yini Hayi incubeko engako engakuthi Viva ndiyakwethembisa soze sijike Wasifundisa uthando Wasifundisa umhlaba Wasifundisa ukuhleka Wasifundisa ukuvana thina Wasifundisa inyani Wathi nyamezelani Wasifundisa uthando Uthando lomculo, Viva Lalaleh lalalala... Viva, you are a legend... Viva the legend... Wasifundisa uthando Wasifundisa umhlaba Wasifundisa ukuhleka Wasifundisa ukuvana thina Wasifundisa inyani Wathi nyamezelani Wasifundisa uthando Uthando lomculo Viva I hear them say your name and I know you legend, Viva... I hear you... I see you...