Wandenz'umuntu Wandenz'owakho Wandenza mkhulu Wandenz'iqhawe El'nohlala nawe Sijongan'emehlweni Wandiph'intliziyo Ethambileyo Kodwa yomelele yona Okoko (okoko) Eduze nam Ok'uman'und'sebezela Look to the sky (to the sky) Okoko (okoko) Eduze nam Ok'uman'undsikelela Through it all All the time Okoko... Okoko... Mhhm, okoko... Wandenz'ithemba Labaninzi Wathi ndiyakwethemba Wandenzel'ityholo Tyholo lam Elingasoze lafa Angeke ndizisuse kuwe wena themba lam Asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam Mhhhm, okoko... Eduze nam Ok'uman'und'sebezela Look to the sky (to the sky) Okoko (okoko) Eduze nam Ok'uman'und'sikelela Through it all, all the time Okoko... Ngawo onke amaxesha Lonk'ixesha oko (Okoko...) Ngawo onke'amaxesha Lonk'ixesha oko (Okoko...) Ngawo onke amaxesha Lonk'ixesha oko