Ndifihle kuwe Nqaba yam Izilingo zindilngile ndalingeka nam Bazame ukundenza Esiyatha nam ndayathazeka Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowathemba Mandingaze ndidaniswe Ndigqatshukelwe [?] Isiphongo sam ndamosha Sula kaloku Nqaba Yam Bamb' elingachithekanga ikhe Bendisiva ndisesihogweni Khawuleza kaloku Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowathemba Mandingaze ndidaniswe Ndizifihla Kuwe Nqaba Yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndithemba wena Mandingaze ndidaniswe Ngowa ngowathemba Mandingaze ndidaniswe Ndizifihla Kuwe Nqaba Yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam, bhongo lam Ulithemba lam Nqaba yam Bhongo lam ulithemba lam Uyinqaba yami Nqaba yam Bhongo lam ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam Bhongo lam ulithemba lam Ndizifihla Kuwe Nqaba yam Bhongo lam ulithemba lam