Ukuthanda wena lady Kungumsebenzi wam Ukundithobela wena Kungemsebenzi wakho Ukuthanda wena lady Kungumsebenzi wam Ukundithobela wena Kungemsebenzi wakho Oko ndathandana nawe Bakhany"ubomi kwamnandi Sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe Bakhany"ubomi kwamnandi Sathandana waba Lubambo lwam Ukuthanda wena lady Kungumsebenzi wam Ukundithobela wena Kungumsebenzi wakho Ukuthanda wena lady Kungumsebenzi wam Ndithobela wena Kungumsebenzi wakho Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Azange wakhe wandiphoxa Azange wandishiya Azange wakhe wandihlazisa Lubambo lwam Azange wakhe wandiphoxa Azange wandishiya Azange wakhe wandihlazisa Lubambo lwam Oko ndathandana nawe Kwakhanya njengemini kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba Lubambo lwam