Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Bayandithyola aba bantu mna Bathi ndiqhekezile Emzini wegxagxa Bayandithyola aba bantu mna Bathi ndiqhekezile Emzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Ndike ndabizwa ngamagama wonke Ndabizwa nangebhantinti Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndabizwa ngoguluva Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Mna ndizondwa ngabantu ndizondwa ngumakhelwane Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane