Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Ingathi inyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Malumekazi ndibulawa nguwe Malumekazi wen'uthakatha kakhulu Usiphakel' amaqatha mancinci Lenyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Lenyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Lenyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Usiphakel' amaqatha mancinci Lenyama ithengwa nguw', aphendlini uzohamba Abantwana basekhaya seberobha kangaka nje benz'wa yindlala Abantwana basekhaya seberobha kangaka nje benz'wa yindlala Malumekazi, yini malume? kanti ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe Malumekazi, yini malume? Mna ndibulawa nguwe