Sondela ntombazana
Andikudelanga mntas' ekhaya
Nto nje ndiding' ithuba
Lokuba nawe, ndkubambe
Mamela ntombazana
Ndiphupha ngawe ndikuthanda
Ende bendingaqali
Ngoba kudala ndikufuna

We Liziwe ndiyakuthanda
We Liziwe ndiyakufuna

Usakhumbula ndikubiza
Usakhubula ndikulandela
Ndfun' ukuzibika
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuthanda
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuzulela
Kudala ndikuthanda

Andikhathali noba bathini
Wen' ungowam, ulubambo lwam
Ndizochitha nnawe intsuku zobomi bam
Ndiyakuthanda