Thina bantu bakhe
Ababizwa ngegama lakhe
Masinozithoba kuye
Uzakwenz'indlela

Thina bantu bakhe, yeah yeah
Ababizwa ngegama lakhe
Masinozithoba kuye
Uzakwenz'indlela

Uzayenz'indlela, yeah
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Uzakwenz'indlela

Uzayenz'indlela hayi
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Thixo uzayenza indlela

Ithemba lethu linye ngunyana kathixo
Sithembele ngaye
Wafela thina sonke unyana kathixo
Uzakwenz'indlela

Nguye awayenebango
Elunzulu lokuvula amasango
Uzakwenz'indlela

Uzawuyenz'indlela, yeah
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Thixo uzayenza indlela

Uzayenz'indlela
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Yena uzayenza indlela

Yena uzayenza indlela, yeah
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Yena uzayenza indlela

Yena uzayenza indlela
Apho kubonakala khona
Ingathi akusekho ndlela, yeah
Yena uzakwenza indlela

Undibiza mina
Kumaxesha embandezelo
Ndikuhlangule
Kuze wena undehlukise
Biza mina
Kumaxesha embandezelo
Ndikuhlangule
Wena undizukise

Yalath'indlela msindisi
Sikolulwandle lubomvu
Yalath'indlela msindisi
Swel'ulwandle lubomvu

Uzayenz'indlela
Uzayenz'indlela
Uzayenz'indlela, yeah
Uzayenz'indlela