Kukh'indawo, intnliziyo Wayenz'u uThixo yafihlakala Kukh'indawo, intnliziyo Wayenz'u uThixo yafihlakala Angek'uzazi iingcinga zomntu Neendlela zakhe zaziwa nguye Angek'uzazi iingcinga zomntu Neendlela zakhe ahamba ngazo Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Undihlambe intliziyo Ndingekalali kobu buthongo Undihlambe ezonweni Ndigekalali kobu buthongo Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Ingakwenz uzibuz' Imibuzo engaphendulekiyo Ingakwenza ungalal' ebusuku Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Lent' uyenzayo (Kanti zisetshe wena, ngokwakho) Noba wenzani, uzenzela wena Lent' uyenzayo (Kanti zisetshe wena, ngokwakho) Noba wenzani, uzenzela wena Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kanti zisetshe wena, ngokwako Uhamba kanjani Kukh' indawo intliziyo Wayenz' uThixo yafihlakala Kukh' indawo intliziyo Wayenz' uThixo yafihlakala