Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Nanku uNomathemba uyakhathala Uthi akazazi uzothini na ngoku Akazazi Mmmm akazazi Mphemfumlo wam uzophelela kuphi Andisakwazi nothetha Ndizothetha nobani Ndizothetha nobani, ndithi Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim, yeah Abangani bayandixwayisa Ndiyamthanda Ndiyamthanda He says it's my fault, maybe ndim He was never like this, I need him I need him I need him I need him I need, him He says it's my fault, maybe ndim He was never like this I need him Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa ngubani na Xa ndishiya lendoda Ndizothandwa Ndizothandwa Ndizothandwa ngubani Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim Uzothandwa Uzothandwa Uzothandwa Ndim Uzothandwa Ndim, yeah