(Nkanyezi wena...) Dali Dali Nguwe wena wendwa empilweni yami Kubo bonke mna ndikhetha wena Intliziyo yami ayoneli Ubuhle bakho Ubuhle bakho Bukhanya nje ngayo imbali Ntliziyo yam ifuna wena Wena wedwa wena dali Nkanyezi Uyiyo iNkanyezi Ukhanya njalo ebusuku Ukhanya nase mini Ukhanya njenge langa mihla namalanga uhlezi ukhanya Ukhanya njalo wena ukhanyisa nempilo yam wena Ukhanya njalo wena ukhanyisa no moya wam wena Mazenethole ooMntungwa bakwazi ngalo Ugcwele imfudumalo, ugcwele uthando wena Ntsika uMalokazana umphathe kahle Ntsika uMalokazana umthande njalo Nkanyezi Uyiyo iNkanyezi Wakhetha mna, kuzozonk' iintombi Wathi ufun' unomkhithakazi, unomkhithakazi Mmh, sthandwa sam, ndiyabulela themba lami Wen' usisbane sam Uyinkanyezi yam Yam yam Ndiyavuma, ndiyavuma Mna ndingowakho Ndingowakho, ooh ooh Nkanyezi Uyiyo iNkanyezi