Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah Ah Maria, ah Maria yeah Ah Maria ah Maria ah ah Maria amandla am khawundithandazele Ndibambelele kuyo indlela yokulunga Ndiphe ngoko amandla ndigxininise kuyo Indlela yakho Yesu Esa ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Maria themba lam khawundithethelele Kunyana wakho uYesu olithamsanqa lethu Ndiphe ngoko amandla ndigxininise kuyo Indlela yakho, Yesu Esa ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ekuphileni Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah Ah Maria, ah Maria yeah Ah Maria ah Maria ah ah Ah Maria Uzundincedise ukuthandaza Ndincedise ukuthandaza Ndincedise ukuthandaza Ndincedise ukuthandaza Ah uthandaza ukuthandaza Ah uthandaza ukuthandaza Ah uthandaza ukuthandaza Ah uthandaza